Vusi Nova – Ndizakulinda Lyrics

Ndithe ndizakulinda
Phofu ndalinda
Kodwa inhliziyo yam
Ayikhang 'ikwaz uklinda

Inene, uthando ngenyinto
Inene, ndikuthandile
Kulomhlaba izinto zingeny'indlela
Ndakuthembisa ukulinda
Inhliziyo yala

Ndithe ndizakulinda
Phofu ndalinda
Kodwa inhliziyo yam
Ayikhang'ikwazuklinda

Ndithe ndizakulinda
Phofu ndalinda
Woo nana
Kodwa inhliziyo yam akhang'ikwazuklinda

Kaloku, nhliziyw'iyazilawula
Kaloku, naw'umthwalo iwethwele
Ezandleni
Ezandleni zakho
Uzungayikhaleli
Intlungu endiyenze kuwe

Ndithe ndizakulinda
Phofu ndakulinda
Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda

Ndithe ndizakulinda
Phofu ndakulinda,
Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda

Ewe
Ewe
Mna ndiyavuma
(Ndithe ndizakulinda)

Kodwa, kodwa kwenzeni kumi
Ndim andiyongilosi, andiyongilosi
Ndiyi ndoda egcin'izithembiso zayo
Wena wenza kwanzima

Comments (0)