Oxam (Mahube)
- Composed by: Public Domain (TBC)
Baxabene ooxam bexabene ngengxoxo
Bexakwe yingxubaxaka
Baxabene ooxam bexabene ngengxoxo
Bexakwe yingxubaxaka
(Stanza 1)
Hayi ke eligqirha igirha (whoo hayi)
Laxing'eqhingeni (whoo hayi)
Libaxaka mama
Ngeqatha leqhude
Hayi ke eligqirha igirha (whoo hayi)
Laxing'eqhingeni (whoo hayi)
Libaxaka mama
Ngeqatha leqhude
Comments (0)